Cifra Club

Izintaba

Zahara (Sul-Africana)

We don't have the chords for this song yet.

Ngapha nangapha ndiva amagama am
Bayandibiza ndiv'ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ha a ndinethamsanqa
Ngapha nangapha ndiva amagama am
Bayandibiza ndiv'ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ha a ndinethamsanqa
Kodwa ha a ndinethamsanqa
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum
Ndivuke kubalel' engqondweni yam
Ndipheth'intliziyo yam ngezandla
Kodwa ithemba lam likhona
Kuzabaluhlaza ngomso
Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum
Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz'izaqwithi kuz' izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum, kum macala onke
Zonk'intaba ziwela kum, kum kuyadidizela
Zonk'intaba ziwela kum

Other videos of this song
    0 views

    Chord tuning

    Online tuner

    Ops (: Content available only in Portuguese.
    OK